Lyrics: Anathi Swaphi
Music: Anathi Swaphi/Ifeanyi Lawrence Ikeohanugor/Sibulele Ngqwangi
Kumnyama
Ubuthongo abufiki
Ndiyafisa ukuthi ilanga lingashoni
Aw dilika, dilika we ntaba
imizwa yam ifuna wena
Oluthando lubhalwe eynknwenkwezini
Nditsho nemfama zonke nazo zingangqinaKumnyama
Ubuthongo abufiki
Ndiyafisa ukuthi ilanga lingashoni
Aw dilika, dilika we ntaba
imizwa yam ifuna wena
Oluthando lubhalwe eynknwenkwezini
Nditsho nemfama zonke nazo zingangqina
Wena ungowami
ungowami
wena ungowami
ungowam
Nam ndingowakho
ndingowakho
ndingowakho
Ndingowakho
Wena ungowami (wena ungowami)
Wena ungowami (wena ungowami)
Wena ungowami (wena ungowami)
ungowam (wena ungowami)
Mna nawe sofa silahlane
Bazohlala baxoxe badanisane
Uthando lwakho mgumthombo wamanzi ompompoza ongapheli
Incindi yothando lwakho
Yimpilo leyo
Oluthando lubhalwe eynknwenkwezini
Nditsho nemfama zonke nazo zingangqina
Wena ungowami
ungowami
wena ungowami
ungowam
Nam ndingowakho
ndingowakho
ndingowakho
Ndingowakho
Wena ungowami (wena Ungowami)
Wena ungowami (wena Ungowami)
Wena ungowami (wena Ungowami)
ungowam (wena ungowami)