Lyrics: Mbali Kanyisile Makanya Music: Keith Mduduzi Mangena/Amukelani Mnisi Ha yho iyho Ha yho iyho Ha yho Ha yho yho
Ho yho yho yho yho Ho yho yho yho yho Awu yho
Ndidikwe yiyo yonke Minitsi iminyaka Ndikhetha isimilo, ndithule Andamkelekanga lana
Ndonele Sendonele Noba ndingamuthanda kangakanani iNtliziyo iyopha Yophukile
Ndizozama kude kube nini Awuboni na Ndizame ngakho konke Awumameli man
Yivale mfana Yivale mfana Yivale mfana
Ndizozama kude kube nini Awuboni na Ndizame ngakho konke Awumameli man
Yivale mfana Yivale mfana Yivale mfana
Ho yho yho yho yho Ho yho yho yho yho Awu yho
Uthanda ungathandi ayinamsebenzi Siphelelwe yincasa sisameleni? Masiqhubeke ngobomi Sendidlulile Noba ungandinqanda sana ndidlulile