Lyrics: UBeyond
Music: Mfowami/Neo Langalakhe Mokoatle/Sekiwe Mahlangu/Nkanyezi Mahlobo/Vusi Mayo/Mzi Mayo
Ngxuba kaxa, yimgxuba ka xaka le
Seke ngutyebityebi
Akasa lingani emakhwapheni
Uzamgusha njani
Uzamogqhuma ngantoni
Uzamqhushekaphi
Ngoba seke ngutyebityebi
Indlovu ayisidwa ngumboko wayo
Ndiyazi ilisoka kodwa kiyafiwa
Amazipho ebuswe
Amathanga amhlophe
wathatheka ndoda
Mawe ubucingani
Awubon' uyalingwa
NgeCleavage enamandla
Wathatheka ndoda.
Written By Sekiwe Mahlangu