Lyrics: Aphelele Klimbashe/Phelela Gcwelumusa Ziphakeme Mathonsi
Music: Aphelele Klimbashe
Undishiya kwakho ndaqala uzisola
Ngoku ndiyazi bona
Ndikude ekhaya ndifuna iDollar
And’safun nok’ bona
Abazali bakho abandi funi Bayeke
Itshomi zakho azilungi Bayeke
Abazali bakho abandifuni Bayeke
See abandazi bandifuna amawele
Bangazama undityola
Uyabona ukuthi ndiyasebenza
Indaba yam nawe
Abafuni ukuthi isebenze
Noba bangathini abazolunga
‘Ndlela endikthanda ngayo ndinga vusa abalele
Ndikhule kuthwa uthando alukho lula
Kodwa ndiyavumisa kwabaphansi ndimfumene
Sthandwa ndicela uhlale, uhlale
Bacula ama “welele” mand’ fika ekhayeni lam
Bamba isandla sam, esam
Abadala sebendi cebisile ndiku nike igama lam
Undishiya kwakho ndaqala uzisola
Ngoku ndiyazi bona
Ndikude ekhaya ndifuna iDollar
And’safun nok’ bona
Abazali bakho abandi funi Bayeke
Itshomi zakho azilungi Bayeke
Abazali bakho abandifuni Bayeke
See abandazi bandifuna amawele
Ohhhh, yeah
Lomntwana wangphoxa
Izolo lokhu yena ebethi
Undithanda ukufa
Ah kodwa manje mina ngiyaz’ sola
Ngoba yena ebethi
“Angeke ngibuye lapha”
I’ll change your mind you’re a star
Never wanna see you again
See you again
Never wanna see you again
See you again
Undishiya kwakho ndaqala uzisola
Ngoku ndiyazi bona
Ndikude ekhaya ndifuna iDollar
And’safun nok’ bona
Abazali bakho abandi funi Bayeke
Itshomi zakho azilungi Bayeke
Abazali bakho abandifuni Bayeke
See abandazi bandifuna amawele