Lyrics: Nwabisa Disemba-Jama Music: Zikhona Dyasi Mmmhhhhh, ayo, hay hay, eeeh hai Aaaaaah, hay, mmhhhmmmh Phesheya kwentaba ndithandaza ndijongene nenyanga kunye ne nkwenkwezi Ajonge phezulu amehlo wam ngoba uyinkwenkwezi. Mamela! Mamela! khanyisa!
Ooh aahh, eeeh Oooh aaahhh eeeeehh Ooooh aaahhh hayeee Ooohhh eeehh
Umka kwakho kutshintshe imeko ekhaya mmmhh, ndikhumbula isiphatho sakho, wasishiya nembewu yakho mmhhh. Kodwa yini na into ebuhlungu kangaka?
Kodwa ndithi hamba, hamba hamba ngoxolo Kodwa ndithi hamba, hamba hamba ngoxolo Kodwa ndithi lal Kodwa ndithi lala, lala lala ngoxolo Kodwa ndithi lala, lala lala ngoxolo
Ndihleli ndicinga ngesiphi na? Oooh yini na, ooooweh mntaka mama
Umka kwakho kutshintshe imeko ekhaya mmmhhh, ndikhumbula isiphatho sakho eeehh, wasishiya nembewi yakho.
Kodwa yini na into ebuhlungu kangaka uwehhh mntaka mama.
hamba, hamba hamba ngoxolo hamba, hamba hamba ngoxolo Kodwa ndithi lala, lala lala ngoxolo Kodwa ndithi lala, lala lala ngoxolo Uweehh mntaka mama mmmmhhh Uweeehh mntaka mama aaaahhh eeehhh hay. Hay hay hay hay mmmhhhh