Lyrics: Mayibongwe Jack Music: Anderson Phiri Nawe Written by Mayibongwe Jack Mmh mmh mmh Awazilutho, sondela, ndikutshele Awazilutho, sondela ndikutshele
Uyakhumbula sisebancinci, ngasemlanjeni wandinika ithemba, mmh wandinika ithemba, mmh Wandinika ithemba mmh Wandithembisa izulu nomhla, kanti udlala ngam, andiyonto yodlala andiyonto yodlala
Wena wathi, sobahappy kuze kubuye uJesu, whoou ai Wena hai bazakuHurta, nawe Wena hai bazakuHurta, nawe Wena hai uzadalazisola, nawe Wena dali, uzozisola nawe
Hai,tala Hai,tala Hai,tala Hai,tala Hai,tala
Wandithembisa izulu nomhla, kanti udlala ngam, andiyonto yodlala andiyonto yodlala Wena wathi, sobahappy kuze kubuye uJesu, whoou ai
Wena hai bazakuHurta, nawe Wena hai bazakuHurta, nawe Wena hai uzadalazisola, nawe Wena dali, uzazisola nawe