Ndiyakhala

Lyrics: Mbali Kanyisile Makanya Music: Thabo Aaron Manganyi Oh He ya ha he Hayi Eh he Oyi
Hey Iyihiiii
Ndihambe iminyaka Ndazbona ndifekelela lana Ubomi abumanga Inyawo zona ziyadinwa Uk’thetha kuya khathaza Kunini mna ndikhalaza Kunzima nokulala Ingcinga zam ziyasiyanda
Ndiyakhala mna Ndiyalila mna Inyembezi ziwele phantsi Hayi Ho yho yho Ho yho yho
Ndiyakhala mna Ndiyalila mna Inyembezi ziwele phantsi Hayi Oh oh oh Hoh oh oh oh
Awu ndincedeni Ndikhalela uncedo Ndikhalela usizo Ah ndincedeni Ah ndincedeni
Izandla zona ziphezulu
Ndiyacela mna Ndiyakhala mna Ndiyatswina mna
Yho yho Yho yho Yho yho
Ndiyakhala mna Ndiyalila mna Inyembezi ziwele phantsi Hayi Ho yho yho Ho yho yho
Ndiyakhala mna Ndiyalila mna Inyembezi ziwele phantsi Hayi Oh oh oh Hoh oh oh oh
Khuza mama Ncenga mama Bheka entabeni Cela usizo Cela uncedo
Somandla ngenelela Ayikho engakohlula Ayi Ho yho yho Ho ho yho Ha ahahaaa Ha ahahaaa He ehe he Ho oho oh Ha ahahaaa
Ndiyakhala mna Ndiyalila mna Inyembezi ziwele phantsi Hayi Ho yho yho Ho yho yho
Ndiyakhala mna Ndiyalila mna Inyembezi ziwele phantsi Hayi Oh oh oh Hoh oh oh oh