Lyrics: Nhlanhla Ngqaqu
Music: Nhlanhla Ngqaqu
Bayeza, Abaphezulu...
Bayeza, bangena ngeNgoma...
Bayeza, bashunqis’ impepho...
Bayeza, naba bexhentsa...
Bayacela, imisebenzi...
Bayacela, imitshato...
Bayacela, abantwana...
Bayacela, okumhlophe...
Sizaw’thini na...?
Saw’kwenza ntoni na...?
Thixo uthini na...?
Naba Abaphezulu...