Lyrics: Ntombizikho Maficela
Music: Phumalini E Maduna
Indoni (Lyrics)
Ziiko M (Chorus )
Kwaze kwamnand’ukubangowakho
Jong’uncumolungaka
Ukumamatheka
Kwaze kwamnand’ukubangowakho
Jong’uncumolungaka
Ukumamatheka
Uvuyo nogcobo emoyeni wam
Uvuyo nogcobo emoyini wam
Ziiko M (Verse)
Ngoba mhle
Njengelanga liphuma
Inkwenkwez’eqhakazezinzulwini zobusuku
Ngoba mhle njengelanga liphuma
Inkwenkwez’eziqhakazenzulwini zobusuku
Uyindoni yamanzi
Ndoni yamanzi
Uyindoni yamanzi
Unobuhle
Uyindoni yamanzi
Ndoni yamanzi
Uyindoni yamanzi
Unobuhle
Ziiko M (Chorus)
Kwaze kwamnand’ukubangowakho
Jong’uncumolungaka
Ukumamatheka
Kwaze kwamnand’ukubangowakho
Jong’uncumolungaka
Ukumamatheka
Uvuyo nogcobo emoyeni wam
Uvuyo nogcobo emoyini wam