Nkalakatha

Music: Lekgemä and Mxackx Eish, Lea nlatela nkare mosela Ke lepara nna I'm a pillar Kgale le ntxeyala kwa fase, gwa tswana I'm on my way up Molala o nyaka marega Diamonds and pearls le mangina I godda count up some racks, while keja magwinya
Angekenilunge bafana bam Ngekenilunge bafana bam Ngekenilunge bafana bam Nna huh ke nkalakatha
Ngekenilunge bafana bam Ngekenilunge bafana bam Ngekenilunge bafana bam Nna huh ke nkalakatha
Angekenilunge bafana bam Ngekenilunge bafana bam Ngekenilunge bafana bam Nna huh ke nkalakatha
Ngekenilunge bafana bam Ngekenilunge bafana bam Ngekenilunge bafana bam Huh nna ke nkalakatha
Kudala ndinixelela bafana bam umfo kaZulu yiGhost NizofikiRobbort livaliwe apha kum bafana bam mna ngiyingozi Nodibana nembila zithutha bafana bam mna ndiyiGoat Nizipikinini nibashimane Ndilichiza  kum nizizigulane
Kudala ndinikhuza bafana bam ndisithi ogawulubheke NgamaVesrse ndiyatshisa kodwa Angeke nje uve umkhence Emqaleni kugcwelama ice kodwa nje ke Angeke ningiqede Mna ndiyinkosaphakuni vele nje ndithwel'emqhel Mina ndiyinkunz'intombiyakho ndiyihlaba ngephondo ndiyenziLekesi Ndiyinkalakatha Big dog Mina Angeke nindiqede
Angekenilunge bafana bam Ngekenilunge bafana bam Ngekenilunge bafana bam Nna huh ke nkalakatha
Ngekenilunge bafana bam Ngekenilunge bafana bam Ngekenilunge bafana bam Huh nna ke nkalakatha