Music: Sean Peevers/Pilani Bubu/Emmanuel Odoom Junior
Lyrics: Pilani Bubu/Sean Peevers/Emmanuel Odoom Junior
Yooooooo
Yooo ooo oooh
Yooo ooo oooh
Ndim lo, Ndim lo ,Ndim lo
Ndimlo ndikhalela wena
Ndikhalelela kuwe
Ndithi yooo ooo
Yooo ooo oooh
Abantu endibaziyo
Bandi shiye ndifuna
Ndifuna
Bathathe konkāokoākwam
Bathathe nantsi inqondo yam
Bathathe nazi incinga zam
Bathathe nalāuthando lwam
Bathathe konke, konke, konke
Konke endinako
Abantu endābathandayo
Bandi shiye
Bathathe konke endinako
Bathathāuthando lwam
Nencinga zam
No MoyĆ wam
Wohlulakele, wohlulakele
Weee, weee
Bathathe konke
Konke, konke, konke endinako
Bathathe konke endinako
Bathathe konke, endinako
Bathathe konke
Konke, konke
Konke, konke
Konke, konke
Konke, konke
Konke, konke
Konke
Ndikunika konke
Ukāthatha konke
Ndikunika konke
Ndikunika konke
Ukāthatha konke
Ndikunika konkee
Yee yee
Ndikunika konke
(Thixo wam)
Ukāthatha konke
(Thixo wam)
Ndikunika konke
(Thixo wam)
Ndikunika konke
(Thixo wam)
Ukāthatha konke
(Yoooo ooo.. yooo oooh)
Ndikunika konkeā¦
Konke, konke konkāendinako
Ndikunika konke endinako
Ndikunika Konke, endinako
Ndikunika konke
Konke, konke
Konkāendinako
Bathethe konkāendinako
Bathethe konkāendinako
Bathathe konke
Konke, konke
Konke, konke
Konke, konke
Konke, konke
Konke, konke
Konke
Ndikunika konke
Ukāthatha konke
Ndikunika konke
Ndikunika konke
Ukāthatha konke
Ndikunika konkee
Yee yee
Ndikunika konke
(Thixo wam)
Ukāthatha konke
(Thixo wam)
Ndikunika konke
(Thixo wam)
Ndikunika konke
(Thixo wam)
Ukāthatha konke