Lyrics: Yonela Kozana Music: Yonela Kozana, DJ Flaton Fox Ba-ah-ah Ba-ah-ah Ba-ah-ah-ah-ah Ba-ah-ah Ba-ah-ah Ba-ah-ah-ah-ah Ba-ah-ah Ba-ah-ah Ba-ah
Bayandikhwaza Bathi ndiphi Ndilahlekile Ndikude
Ndisemaweni mna Emfuleni mna Yizani Ndijongeni Ndisemaweni mna Emfuleni mna
ah-ah-ah-ah
Ndisemaweni mna Emfuleni mna Ndijongeni Ndijongeni Ndijongeni Yizani Yizani
Bayandichaza Haibo niphiBa-ah-ah Ba-ah-ah Ba-ah-ah-ah-ah Ba-ah-ah Ba-ah-ah Ba-ah-ah-ah-ah Ba-ah-ah Ba-ah-ah Ba-ah
Bayandikhwaza Bathi ndiphi Ndilahlekile Ndikude
Ndisemaweni mna Emfuleni mna Yizani Ndijongeni Ndisemaweni mna Emfuleni mna
Ah-ah-ah-ah
Ndisemaweni mna Emfuleni mna Ndijongeni Ndijongeni Ndijongeni Yizani Yizani
Bayandichaza Haibo niphi Ndiyanibiza Ndisemaweni mna Emfuleni mna Ndibiz' abasekhaya
Ndisemaweni mna Emfuleni mna Ndisemaweni mna Emfuleni mna Ndisemaweni mna Emfuleni mna Ndisemaweni
Ndisemaweni mna Emfuleni mna Ndisemaweni
[INSTRUMENTAL]
(Vumani bo) Vumani Mna ndiyavuma (Syavuma) Vumani Mna ndiyavuma (Syavuma) Haibo vumani Mna ndiyavuma Abasekhaya Abantu basekhaya
Ndisentabeni mna Ndisentabeni mna Ndisemaweni mna Ndisemaweni mna Abasekhaya Abantu basekhaya Abantu basekhaya
Ndisemaweni mna Emfuleni mna Ndisemaweni mna Emfuleni mna Ndisemaweni mna Emfuleni mna Ndisemaweni Ndisemaweni mna Emfuleni mna Ndisemaweni Ndiyanibiza Ndisemaweni mna Emfuleni mna Ndibiz' abasekhaya
Ndisemaweni mna Emfuleni mna Ndisemaweni mna Emfuleni mna Ndisemaweni mna Emfuleni mna Ndisemaweni
Ndisemaweni mna Emfuleni mna Ndisemaweni
[INSTRUMENTAL]
(Vumani bo) Vumani Mna ndiyavuma (Syavuma) Vumani Mna ndiyavuma (syavuma) Haibo vumani Mna ndiyavuma Abasekhaya Abantu basekhaya
Ndisentabeni mna Ndisentabeni mna Ndisemaweni mna Ndisemaweni mna Abasekhaya Abantu basekhaya Abantu basekhaya
Ndisemaweni mna Emfuleni mna Ndisemaweni mna Emfuleni mna Ndisemaweni mna Emfuleni mna Ndisemaweni Ndisemaweni mna Emfuleni mna Ndisemaweni