Lyrics: Mayibongwe Jack
Music: Mayibongwe Jack
Thando
Ndiyabaleka mna,
Ndiyabaleka mna,
ndenyuka intaba
Ndiyabaleka mna,
Ndiyabaleka mna,
ndenyuka intaba
Hai Haii
Hai ufuna undenzani, Hai ufuna undenza
weThando, bendicela uziphathe kahle
Uze kimi ndizihlele, andifuni no stress form you
weThando, bendicela uziphathe kahle
Uze kimi ndizihlele, andifuni no stress form you
Ndiyakwazi awulawuleki, ndiyakwazi awunamBheko
Uzakimi uncumile, ndiyakwazi uzondishaya left and right.
Ndiyakwazi awulawuleki, ndiyakwazi awunamBheko
Uzondishaya, shaya, shaya phantsi.
Ndiyabaleka mna,
Ndiyabaleka mna,
ndenyuka intaba
Ndiyabaleka mna,
Ndiyabaleka mna,
ndenyuka intaba
Hai Haii