Lyrics: Amanda Faku Music: Sanele T. Sithole Ndifun’ intozam ay andilwi Ungade’ undibaleke
Kudala ndilindele kuwe awukhokhi imali Ungalibale ndifun'mali
Ndifun’ intozam ay andilwi Ungade’ undibaleke
Kudala ndilindele kuwe awukhokhi imali Ungalibale Nguwe.. ngifun'mali
Ungang'thathele kancane Seng'ziveze la kuwe Kwakhona awuvakali ubukisa ngami
Musungenza njalo
masi me la masi me le
ufuna ukungibona uyavela bo
phambi kwakho iyagxabha inhliziyo iyajabha
Ndifun’ intozam ay andilwi Ungade’ undibaleke
Kudala ndilindele kuwe awukhokhi imali Ungalibale ndifun'mali
Ndifun’ intozam ay andilwi Ungade undibaleke
Kudala ndilindele kuwe awukhokhi imali Ungalibale Nguwe.. ndifun'mali
ndifun' imali